“To build a mass based feminist movement we need to have liberatory ideology that can be shared with everyone. The revolutionary ideology can be created only if the experiences of people in the margin who suffer sexist oppression and other forms of group oppression are understood, addressed and incorporated.” bell hooks

Advertisements

‘our minds have been invaded by war. A war that we have won and lost. The very worst sort of war. A war that captures our dreams and re-dreams them. A war that has made us adore our conquerors and despise ourselves’- God of Small Things

Iziduko zakwaNtu (Ngokwezizwe zamaNguni asemazantsi)

Iziduko

Xhosa-men-in-tradional-clothing-talking-in-a-village-mountains-behindEligama elithi “AmaXhosa” kwezintsuku siphila kuzo lidla ngokusetyenziswa ukuquka unintsi lwezizwe eziseMpuma Koloni, kuba sifunde isiXhosa esikolweni kwaye zithetha sona. Eneneni iMpuma Koloni inezizwe ngezizwe ezinobuKumkani bazo. Umzekelo: AmaXhosa iKumkani yawo ngu Kumkani u Sigcau, Ahh! Zwelonke! isizukulwana sikaTshawe Komkhulu eNqadu kuGatyana (Willowvale). AbaThembu iKumkani yabo ngu Kumkani u Buyelekhaya Dalindyebo, Ahh! Zwelibanzi! eBumbane Komkhulu eMthatha. Kube kho amaMpondo aseMpuma nawaseNtshona, nawo aneKumkani zawo. Kubekho AmaBhaca akummandla waseMount Frere, nawo aneKumkani nawo uKumkani uMadzikane wesibini Diko, Ahh! Thandisizwe! eLundzini Royal Kraal, eNcunteni.

Kanti AmaMpondo wona aneeKumkani ezimbini, eyamaMpondo aseNtshona eseNyandeni (Port St. Johns) nawaseMpuma eQawukeni (Lusikisiki) neyinzala kaKumkani uFaku ka Ngqungqushe ka Nyawuza ka Thahla ka Ndayeni ka Chithwayo ka Bhala ka Gangatha ka Ciya ka Cabe ka Ncidise ka Msiza ka Tobe ka Ziqelekazi ka Hlambangobubende ka Santsabe ka Mthwa ka Sithula ka Mpondo ka Njanya ka Sibiside.

Iziduko zakwaNtu ngokwezizwe zamaNguni asemazantsi elizwekazi lase Afrika. (Southern Nguni)

 AmaXhosa (Omthonyama)

  • AmaTshawe

View original post 2,149 more words

The intersectionality of black radical politics and feminism

Makwande.

Bekumuz Abdul Shabalala Bhekumuzi Abdul Shabalala

Last night I found myself idly passing time at the Kitchener’s Carvery Bar in Braamfontein and, like a novelist who will have to describe a scene later, soaking in all the sensory detail around me. I was sitting on a stool in the bar area facing the dance floor, feeling a bit tipsy from the bottle of Heineken clutched between my hands.

Kitchener's Carvery Bar, Braamfontein.  Source: Wits Vuvuzela Kitchener’s Carvery Bar, Braamfontein.
Source: Wits Vuvuzela

Although it is not my favourite hang-out, I have to admit that there is something irresistibly beautiful about the ambience of the place – the posse of jocks, wannabe hipsters and other young folks living on the outer fringes of society making merry, bumping and jerking their lithe bodies Harry Houdini-like to the up-tempo music blaring off the speakers at the other end of the room, the disco light mounted up at the ceiling rotating gently, its stimulating…

View original post 1,377 more words